Skip to main content

Xhosa - The First Epistle to Timothy

Page 1

Eyoku-1 kuTimoti

20 inoHimenayo noAlesandire; endibanikele kuSathana, ukuze bafunde ukunganyelisi.

ISAHLUKO 1

Ndiyavuselela ngoko kuqala kwiinto zonke, ukuba kwenziwe izikhungo, imithandazo, izibongozo, imibulelo, ngenxa yabantu bonke; 2 Ngenxa yookumkani, nabo bonke abasekongameni; ukuze sihlale ngokonwaba nangokuzola, sinokuhlonela uThixo, nokundileka konke. 3 Kuba oku kuhle, kwamkelekile emehlweni oMsindisi wethu uThixo; onga yena bangasindiswa bonke abantu, bafikelele ekuyazini inyaniso. 5 Kuba mnye uThixo, mnye nomlamli phakathi koThixo nabantu, umntu uKristu Yesu; 6 lowo wazinikelayo ukuba abe yintlawulelo yokukhulula abantu bonke; 7 endithe ndamiselwa bona mna, ukuba ndibe ngumshumayeli nompostile (ndithetha inyaniso ndikuKristu, andixoki), umfundisi weentlanga elukholweni nasenyanisweni. 8 Ngoko ndinga angathandaza amadoda kuzo zonke iindawo, ephakamisa izandla ezingcwele, engenangqumbo, engenantandabuzo. 9 Kwangokunjalo mabathi nabafazi banxibe iingubo ezifanelekileyo, beneentloni, benesidima; Ingabi kukuphotha iinwele, nokunxitywa kwegolide neeperile, nesambatho esixabiso likhulu; 10 mabathi (ngokufanele abafazi abathi bahlonela uThixo), bavathe imisebenzi elungileyo. 11 Umfazi makafunde ethe cwaka, enokuzithoba konke. 12 Umfazi ke andimvumeli ukuba afundise, nokuba ayilawule indoda; 13 Kuba kwabunjwa uAdam kuqala, kwandula ke ukubunjwa uEva. 14 Ke akakhohliswanga uAdam; 15 Noko ke wosindiswa ngokuzala, ukuba bathe bema elukholweni, naseluthandweni, nasebungcwaliseni, benesidima.

1 UPawulos, umpostile kaYesu Kristu ngokomthetho kaThixo uMsindisi wethu, neNkosi yethu uYesu Kristu, ithemba lethu; 2 ubhalela uTimoti, umntwana wakhe kanye ngokwaselukholweni; uthi, Makube lubabalo, inceba, uxolo, oluvela kuThixo uBawo, noKristu Yesu iNkosi yethu. 3 Njengoko ndakuyalayo ukuba uhlale e-Efese, ndakuba mna ndisiya kwelaseMakedoni, ndenjenjalo ukukuyala, ukuze ubathethele abanye, bangafundisi mfundiso yimbi; 4 kananjalo banganyamekeli zintsomi namilibo yakuzalwa engaphele ndawo, izinto ezo ezibanga iimbuzwano, zisingise elukholweni; 5 Ke kaloku intsingiselo yomthetho iluthando oluphuma entliziyweni ehlambulukileyo, nasesazeleni esilungileyo, naselukholweni olungahanahanisiyo; 6 abathe abathile, beziphosile kuzo, baphambukela kwiintetho ezililize; 7 bethanda ukuba ngabafundisi bomthetho; bengaziqondi izinto abazithethayo, kwanezingqinayo. 8 Siyazi ke ukuba umthetho mhle, ukuba umntu uthi awuphathe ngokomthetho; 9 nisazi nje oku, ukuba umthetho lo awuwiselwe lilungisa, uwiselwe abachasene nomthetho, nabangevayo, abangahloneli Thixo, nabangaboni, abangengcwele, abahlambelayo, ababulali ooyise, ababulali oonina, izigwinta; 10 abenzi bombulo, amadoda alalanayo, amasela abantu, amaxoki, amafunga-buxoki, nokuba kukho nto yimbi ichasene nemfundiso ephilileyo; 11 ngokweendaba ezilungileyo zozuko lukaThixo osikelelekileyo, endaphathiswa zona mna. 12 Kananjalo ndinombulelo kowandomelezayo, uKristu Yesu iNkosi yethu, kuba wandibalela ekuthini ndithembekile, endimisela ebulungiselelini; 13 nakuba ngaphambili ndandingumnyelisi, nomtshutshisi, nomphathi kakubi; ndesuka ndenzelwa inceba, ngokuba ndakwenza oko ndingazi, ndisekungakholweni; 14 lwanda ngokuncamisileyo ubabalo lweNkosi yethu, lunokholo nothando olukuKristu Yesu. 15 Lithembekile ilizwi eli, lifanelwe kukwamkelwa konke, eli lokuba uKristu Yesu weza ehlabathini ukuba asindise aboni; endingomkhulu kubo; 16 noko ke ndesuka ndenzelwa inceba ngenxa yoku, ukuze uYesu Kristu akubonakalalisele kum, mna ungomkhulu, konke ukuzeka kade umsindo, ndibe ngumzekelo kwabo baza kukholwa kuye, base ebomini obungunaphakade. 17 Ke kaloku, kuye uKumkani wawo amaphakade, ongenakonakala, ongenakubonakala, kuThixo olumkileyo yedwa, makubekho imbeko nozuko, kuse emaphakadeni asemaphakadeni. Amen. 18 Lo myalelo ndiwunika wena, Timoti, mntwana wam, ngokweziprofeto ezandulelayo ngawe, ukuze ulwe ngazo umlo olungileyo; 19 ubambelele elukholweni, nesazela esilungileyo; abathe abathile bekulahlile ngenxa yokholo, baphukelwa ngumkhombe;

ISAHLUKO 2

ISAHLUKO 3 1 Lithembekile ilizwi eli lithi, Ukuba ubani ungxamele ubuveleli, unqwenela umsebenzi omhle. 2 Umveleli ngoko umelwe kukuthi abe ngongenakukhalazelwa, eyindoda yamfazi mnye, eyingcathu, enesidima, ezibekile, ebuka iindwendwe, enokufundisa; 3 engengĂ kholiswa yiwayini, engengomntu unxanelayo inzuzo embi; Uzeke kade umsindo, angabi ngolwa, angabi ngabawa; 4 eyongamele kakuhle eyakhe indlu, abantwana bakhe bemthobele, benokundileka konke; 5 (Kuba, ukuba umntu akakwazi ukuyongamela eyakhe indlu, angathini na ukuphatha ibandla likaThixo?) 6 angabi ngosandula ukuvela, hleze akhukhumele, eyele ekugwetyweni nguMtyholi. 7 Ke umelwe kukuthi abe nobungqina obuhle obuvela kwabangaphandle; hleze awele engcikivweni nasesibatheni soMtyholi.


Turn static files into dynamic content formats.

Create a flipbook
Xhosa - The First Epistle to Timothy by Filipino Tracts and Literature Society Inc. - Issuu